Ingxaki kaZodwa noThemba
Le ncwadi ibhalwe ngokusebenzisana nabafundi baseVulingqondo Literacy Centre, eMatikwe. Oku kusebenzisana kwenzeka kanje, umbhali we-New Readers Project, uNozizwe Madlala wabhala ingxenye yeencwadi. Wakugqiba waya kubafundi esikolweni semfundo yabadala iVulingqondo Literacy Centre, eMatikwe, ukuyokuva izimvo zabo ngokuba le ncwadi ifuna ukulungiswa phi, kanjani.
Abafundi bazolatha iindawo ezifuna ukulungiswa, bayinika isiphelo incwadi. Le ncwadi sisiphumo sokukuncedisana. Imifanekiso esetyenzisiweyo encwadini yathathwa khona eMatikwe, ngokuncedisana nabaseVulingqondo Literacy Centre. Abadlali abasemifanekisweni ngaba:
uZodwa nguMuntuza Ngubane
uThembisa nguThokozani Ngidi
uThemba nguBonginkosi (Nko) Gumede
uNobuhle nguBonakele Shabane
uMaMpinga nguNonhlanhla Ngidi
uVuyani nguS’thembiso (S’the) Ngidi
uMadoda nguVumani (V.P.) Ngidi