Search for eResources by keyword
OR
search by choosing a grade and subject
89296-Nosisa Beyile
Molweni MaXhosa amahle!!!
Ndiyanamkela kweli qonga lonxibelelwano leCandelo lesiXhosa.
Apha kweli qonga uza kufumana zonke izixhobo nezikrweqe zokukunceda uphuhlise ulwimi lwakho lwesiXhosa , kwaye ufumane onke amaxwebhu afana neepolisi zeKharityhulam , Oovimba amanqaku okukunceda uxhobele iimviwo . Uya kuphuhla kulwimi nenkcubeko yakho njengommi weli lizwe.
Kungawe ke ukuba undimbaze kangangoko.
Ndiyabulela
Name:
Nosisa Beyile
Position:
DCES: isiXhosa
Profile Picture:
Email Address:
Nosisa.beyile@westerncape.gov.za
Phase:
Subject:
Grade:
Do you have an educational app, video, ebook, course or eResource?
Contribute to the Western Cape Education Department's ePortal to make a difference.
Virtual Library
WCED ePortal Online Library