Search for eResources by keyword

89301-Nosisa Beyile

Molweni MaXhosa amahle!!! Ndiyanamkela kweli qonga lonxibelelwano leCandelo lesiXhosa. Apha kweli qonga uza kufumana zonke izixhobo nezikrweqe zokukunceda uphuhlise ulwimi lwakho lwesiXhosa , kwaye ufumane onke amaxwebhu afana neepolisi zeKharityhulam , Oovimba amanqaku okukunceda uxhobele iimviwo . Uya kuphuhla kulwimi nenkcubeko yakho njengommi weli lizwe. Kungawe ke ukuba undimbaze kangangoko. Ndiyabulela
Name: 
Nosisa Beyile
Position: 
DCES: isiXhosa
Profile Picture: 
Email Address: 
Nosisa.beyile@westerncape.gov.za
Phase: 
Grade: