Search for eResources by keyword

UKuphucula iNdlela yoKucinga

Free
By
Western Cape Education Department

Download

Type:
pdf
Size:
3.74MB

Lo msebenzi kwanencwadi yokufaka imibala ngemibala iya kunichazela ngengqiqo ekukuphucula indlela yokucinga. Ukuphucula indlela yokucinga kukukholelwa ekubeni kunokufundwa izakhono ezitsha ziphuhliswe ngokusebenza nzima, ngokumisela iinjongo, ngegalelo elisuka kwabanye
nokungaphezi ukuzama.

Ikhasi ngalinye lenzelwe ukwandisa izakhono zenu, kunye neendlela zenu zokuphucula indlela yokucinga ngokupheleleyo. Ninako ukukhula ngenene lo gama nonwabileyo!

Konke emanikwenze kukuphucula indlela yokucinga kwenu nisebenzisa amakhasi emisebenzi yenu, ngokukodwa leyo
yenzelwe ukuninceda ukuphucula amandla engqondo nokukhulisa ukuzithemba kwenu. Kulungile, masiqhubele phambili sijonge ukuba kuqhubeka ntoni ngamaxwebhu okufakela imibala ngemibala kunye nemisebenzi yokuphucula indlela yokucinga.


Language:
isiXhosa
Curriculum Alignment:
CAPS aligned
Publication Date:
2020-05-18
Grades:
R, 1, 2, 3
Audience:
Learners
Parents
Type:
Digital document
Copyright:
Developed by the WCED
Creative Commons License:
Average: 1.1 (30 votes)