Search for eResources by keyword

ISIXHOSA WOW SPELLING WORDLIST

Free

Download

Type:
pdf
Size:
0.26MB

Olu luluhlu lwamagama aza kusetyenziselwa ukhuphiswano lopelo lakwa WOW ekupheleni konyaka. Ootitshala bayakhuthazwa ukuba abafundi mabathathe bonke inxaxheba kungaqeqeshwa kuphela abaza kuthatha inxaxheba. Maluqale eklasini ukhuphiswano, kwengezwe namanye amagama angekhoyo kuluhlu. Abafundi mabaqhelaniswe nokupela ngalo lonke ixesha. Upelo maluqukaniswe kuzo zonke izakhono ezifundiswayo. Makubekho ukhuphiswano lweeklasi, kwandule ukubakho olwesikolo. Ngolu hlobo isakhono sokufunda nokubhala sizakugqwesa. 


Language:
isiXhosa
Curriculum Alignment:
CAPS aligned
Publication Date:
2023-03-29
Grades:
7, 8, 9
Audience:
Learners
Teachers
Parents
School Managers
SGB
Type:
Digital document
Copyright:
kkkkkkkkkkkkk
Creative Commons License:
No votes yet