IsiXhosa E-Classroom ipowusta yesiGaba esisisiSeko
Ibanga lokuQala Ikota-1

Le powusta ilungiselelwe abaCebisi, ootitshala, abazali nabafundi beBanga lokuQala. Izakuncedisana ukufundisa nokufunda isiXhosa ngoLwimi lwaseKhaya/lweNkobe. Ootitshala bazakuqala ukusebenzisa Inkqubo yoLwazi lokuFunda nokuBhala eyakhiweyo. Le powusta izakubancedisa ukukhulisa ukuFunda okuDibeneyo (Blended Learning) ekufuneka ootitshala balukhulise.

Zonke izixhobo izikolo ezizakuzifumana ukusebenzisa le program, ziyafumaneka kule powusta. Ootitshala baza kubanakho ukujonga zonke izixhobo abazifunayo nokuba baphi na, akudingeki ukuba babe seklasini qha. I-WCED noFunda Wande baninqwenelela impumelelo ekusebenziseni lepowusta.

image/svg+xml Iveki 1 Iveki 2 Iveki 3 Iveki 4 Iveki 5 Iveki 6 Iveki 7 Iveki 8 Iveki 9 Iveki 10 Ibanga 1: iKota 1 Amaphepha asikwayo ABC IsiXhosa E-classroom Cofa kwiqosha leveki nganye ukuze ufumane izixhobo ezikule powusta Ibanga lokuQala Ikota-1 Chatbot Iindlela zokufundisa ukufunda Izandi Izixhobo zika-WCED noFunda Wande Uhlolo/ uvavanyo