IsiXhosa E-Classroom ipowusta yesiGaba esisisiSeko
Ibanga lesiBini Ikota 4

Le powusta ilungiselelwe abaCebisi, ootitshala, abazali nabafundi beBanga lokuQala. Izakuncedisana ukufundisa nokufunda isiXhosa ngoLwimi lwaseKhaya/lweNkobe. Ootitshala bazakuqala ukusebenzisa Inkqubo yoLwazi lokuFunda nokuBhala eyakhiweyo. Le powusta izakubancedisa ukukhulisa ukuFunda okuDibeneyo (Blended Learning) ekufuneka ootitshala balukhulise.

Zonke izixhobo izikolo ezizakuzifumana ukusebenzisa le prograsm, ziyafumaneka kule powusta. Ootitshala baza kubanakho ukujonga zonke izixhobo abazifunayo nokuba baphi na, akudingeki ukuba babe seklasini qha. I-WCED noFunda Wande baninqwenelela impumelelo ekusebenziseni lepowusta.

Ibanga lesiBini Ikota 4 IsiXhosa E-classroom Cofa kwiqosha leveki nganye ukuze ufumane izixhobo ezikule powusta Iveki 1 Iveki 2 Iveki 3 Iveki 4 Iveki 5 Iveki 6 Iveki 7 Iveki 8 Iveki 9 Iveki 10 Amaphepha asikwayo Ibanga 2: iKota 4 Izandi Izixhobozika-WCEDnoFunda Wande Iindlelazokufundisaukufunda Uhlolo/uvavanyo Chatbot