Search for eResources by keyword
Ingxaxheba yam kukunceda nokuqinisekisa ukuba ootitshala besiGaba esisisiSeko banesiseko esiluqilima sokufundisa IsiXhosa kumabanga R – 3. Okunye kukubonisa amanqanaba okuqiqa alindelekileyo kubafundi. Kuku bonisa unxulumano oluluqilima phakathi kolwimi nobuchule bokufunda nokubhala. .Kukucacisa ukuba ulwimi luyazuzwa, ukufunda kuyafundiswa. Ukuthetha yindalo, ukufunda kuyafundiswa akuzenzekeli. Abafundi mabanikwe/ bafundiswe izakhono zokufunda. Kukubonakalisa ukuba ulwazi lwasekhaya nalufumana esikolweni umntwana linefuthe ekuphuhliseni ukufunda nokubhala.
Molweni MaXhosa amahle!!! Ndiyanamkela kweli qonga lonxibelelwano leCandelo lesiXhosa. Apha kweli qonga uza kufumana zonke izixhobo nezikrweqe zokukunceda uphuhlise ulwimi lwakho lwesiXhosa , kwaye ufumane onke amaxwebhu afana neepolisi zeKharityhulam , Oovimba amanqaku okukunceda uxhobele iimviwo . Uya kuphuhla kulwimi nenkcubeko yakho njengommi weli lizwe. Kungawe ke ukuba undimbaze kangangoko. Ndiyabulela

Pages

Subscribe to RSS - isiXhosa Home Language